Uisaya 36:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwaphuma kwaya kuye uEliyakim unyana kaHilekiya, umphathi wendlu, noShebhena umbhali, noYowa unyana ka-Asafu, umkhumbuzi wezinto zakomkhulu.

Uisaya 36

Uisaya 36:1-13