Uisaya 36:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi ngomnyaka weshumi elinesiné wokumkani uHezekiya, kwenyuka uSaneribhe ukumkani waseAsiriya, waya kuyo yonke imizi yakwaYuda enqatyisiweyo, wayithimba.

Uisaya 36

Uisaya 36:1-5