Uisaya 27:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokuba umzi onqatyisiweyo uwodwa, usisithili esilahliweyo, esishiyiweyo njengentlango. Aya kudla khona amathole, abuthe khona, awadle awagqibe khona amahlamvu aso.

Uisaya 27

Uisaya 27:8-13