Uisaya 27:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngako oko ubugwenxa bukaYakobi buya kucanyagushelwa ngale nto; isiqhamo sonke sokususa isono sakhe soba sesi sokuthi, awenze onke amatye esibingelelo abe njengamatye ekalika ankumenkume, bangavuki ooAshera* nezithixo zelanga.

Uisaya 27

Uisaya 27:1-13