Uisaya 27:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Othi akoma amasebe aso, aphulwe; beze abafazi, bawabase; kuba asibantu banangqondo aba; ngako oko umenzi wabo akayi kuba namfesane kubo, umbumbi wabo akayi kubababala.

Uisaya 27

Uisaya 27:4-13