Uisaya 20:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi ke uYehova, Njengokuba umkhonzi wam uIsaya ehambe zé, engenambadada, iminyaka emithathu, waba ngumqondiso nesimanga kwiYiputa nakwaKushi:

Uisaya 20

Uisaya 20:1-6