Uisaya 20:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

ngelo xesha, wathetha uYehova ngoIsaya unyana ka-Amotsi, esithi, Yiya ukhulule ingubo erhwexayo emanqeni akho, uzikhulule iimbadada ezinyaweni zakho. Wenjenjalo ke, wahamba zé, engenazo neembadada.

Uisaya 20

Uisaya 20:1-6