Uisaya 20:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

úya kwenjenjalo ukumkani waseAsiriya ukubaqhuba abathinjiweyo baseYiputa, nabafudusiweyo bakwaKushi, abantwana namadoda amakhulu, bezé, bengenambadada, behamba ngeempundu, into leyo eziintloni kwiYiputa.

Uisaya 20

Uisaya 20:1-6