Uhoseya 9:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndamfumana uSirayeli enjengeediliya entlango; ndababona ooyihlo benjengamakhiwane aqalelayo emkhiwaneni, ekuqaleni kwawo; basuka bona baya kuBhahali-pehore,* bazahlulela entweni eziintloni, baba yinto enezothe, njengesithandane sabo.

Uhoseya 9

Uhoseya 9:4-14