Uhoseya 9:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Batshonisile ukonakalisa kwabo, njengokwemihla yaseGibheha; úya kubukhumbula ubugwenxa babo, úya kuzivelela izono zabo.

Uhoseya 9

Uhoseya 9:1-17