Uhoseya 9:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UEfrayim, uzuko lwakhe luya kubaleka, lumke njengentaka; kungabikho kuzala, nakumitha, nakukhawula.

Uhoseya 9

Uhoseya 9:8-17