Uhezekile 47:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Walinganisa iwaka, wandiweza emanzini, amanzi abetha emadolweni. Walinganisa iwaka, wandiweza emanzini, amanzi abetha esinqeni.

Uhezekile 47

Uhezekile 47:1-5