Ekuphumeni komntu obephethe ulutya lokulinganisa ngesandla, esiya ngasempumalanga, walinganisa iwaka leekubhite;* wandiweza emanzini, amanzi abetha emaqatheni.