Uhezekile 47:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Walinganisa iwaka, aba ngumlambo endingenakuwuwela; ngokuba amanzi ahamba phezulu, amanzi aba ngawokudadwa, umlambo ongenakuwelwa.

Uhezekile 47

Uhezekile 47:1-9