Uhezekile 30:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ikrele liya kuyifikela iYiputa; kuya kubakho ukuzibhijabhija kwaKushi, ekuweni kwababuleweyo eYiputa, ithatyathwe intabalala yayo, zichithwe iziseko zayo.

Uhezekile 30

Uhezekile 30:1-11