Uhezekile 30:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

AmaKushi, namaPuti, namaLudi, nomxukuxela wonke, namaKubhi, noonyana belizwe lomnqophiso, baya kuwa likrele ndawonye nayo.

Uhezekile 30

Uhezekile 30:2-8