Uhezekile 18:20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Umphefumlo owonayo, kuya kufa wona wodwa. Unyana akayi kuthwala ubugwenxa bukayise, noyise akayi kubuthwala ubugwenxa bonyana; ubulungisa belungisa buya kuba phezu kwalo, nokungendawo kongendawo kuya kuba phezu kwakhe.

Uhezekile 18

Uhezekile 18:14-23