Uhezekile 18:21 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ongendawo ke, xa athe wabuya ezonweni zakhe zonke azenzileyo, wayigcina yonke imimiselo yam, wenza ngokwesiko nangobulungisa, inene, uya kuphila; akayi kufa.

Uhezekile 18

Uhezekile 18:12-25