Uhezekile 18:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ukanti nìthi ke, Kungàthuba lini na ukuba unyana angabuthwali ubugwenxa bukayise? Unyana kaloku wenzé ngokwesiko nangobulungisa; uyigcinile yonke imimiselo yam, wayenza; inene, uya kuphila.

Uhezekile 18

Uhezekile 18:10-29