Baya kunithuthuzela, xa niyibonayo indlela yabo neentlondi zabo; názi ukuba andifumananga ndikwènze konke endakwenzayo kuyo; itsho iNkosi uYehova.