Uhezekile 14:22-23 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

22. Yabonani ke, kuya kusala kuyo abasindileyo, ábaya kukhutshwa, abangoonyana neentombi; yabonani, baya kuphuma beze kuni, niyibone indlela yabo neentlondi zabo; nithuthuzeleke ngenxa yobubi endayizisela bona iYerusalem, ngenxa yento yonke endayizisela yona.

23. Baya kunithuthuzela, xa niyibonayo indlela yabo neentlondi zabo; názi ukuba andifumananga ndikwènze konke endakwenzayo kuyo; itsho iNkosi uYehova.

Uhezekile 14