Uhezekile 14:22 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yabonani ke, kuya kusala kuyo abasindileyo, ábaya kukhutshwa, abangoonyana neentombi; yabonani, baya kuphuma beze kuni, niyibone indlela yabo neentlondi zabo; nithuthuzeleke ngenxa yobubi endayizisela bona iYerusalem, ngenxa yento yonke endayizisela yona.

Uhezekile 14

Uhezekile 14:20-23