Udaniyeli 6:23 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waza ukumkani wavuya kunene, wathi uDaniyeli makanyuswe emhadini. Wenyuswa ke uDaniyeli. Akwafumaneka nasinye esinzakalo kuye; ngokuba ebekholwe kuThixo wakhe.

Udaniyeli 6

Udaniyeli 6:16-28