Udaniyeli 6:24 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ukumkani wayalela, aziswa loo madoda abemncethezile uDaniyeli, bawajulela emhadini weengonyama, wona nabantwana bawo, nabafazi bawo; zaza, bengekafiki nokufika emzantsini womhadi, iingonyama zabagonyamela, zawacola onke amathambo abo.

Udaniyeli 6

Udaniyeli 6:15-28