Udaniyeli 6:22 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UThixo wam uthume isithunywa sakhe, sayivingca imilomo yeengonyama, ukuba zingandenzakalisi, ngenxa enokuba phambi kwakhe kufumaneké ukuba ndimsulwa; naphambi kwakho, kumkani, andonanga.

Udaniyeli 6

Udaniyeli 6:21-27