Udaniyeli 2:43 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wasibonáyo nje isinyithi sixutywe nodongwe lodaka, baya kuzixuba nembewu yento engumntu; kodwa abayi kunamathelana, yabona, kwanjengokuba isinyithi singaxubeki nodongwe.

Udaniyeli 2

Udaniyeli 2:41-49