Udaniyeli 2:42 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Iinzwane zeenyawo zisisinyithi njengenxalenye, ziludongwe njengenxalenye, ubukumkani buya kuthi bomelèle ngenxalenye, bube nkumenkume ngenxalenye.

Udaniyeli 2

Udaniyeli 2:37-48