Udaniyeli 2:44 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngemihla yabo kumkani, uThixo wamazulu uya kumisa ubukumkani obungayi konakala naphakade. Obo bukumkani abuyi kusala nabantu bambi; buya kuzicola buzigqibe zonke ezo zikumkani, bona bume ngonaphakade.

Udaniyeli 2

Udaniyeli 2:41-49