Udaniyeli 2:26 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waphendula ukumkani, wathi kuDaniyeli, ogama linguBheletshatsare, Ùnako na ukundazisa iphupha endilibonileyo, nokutyhilwa kwalo?

Udaniyeli 2

Udaniyeli 2:23-33