Udaniyeli 2:25 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waza uAriyoki wamzisa uDaniyeli ngobungxamo kukumkani, wathi kuye, Ndifumene indoda koonyana baseluthinjweni lwakwaYuda, eya kumazisa ukumkani ukutyhilwa kwephupha elo.

Udaniyeli 2

Udaniyeli 2:24-34