Udaniyeli 2:24 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngenxa yoko uDaniyeli wangena waya kuAriyoki, lowo ubemiswe ngukumkani ukuba atshabalalise izilumko zaseBhabheli. Waya ke, wathi kuye, Musa ukuzitshabalalisa izilumko zaseBhabheli; ndíse kukumkani; ndomxelela ukumkani ukutyhilwa kwephupha elo.

Udaniyeli 2

Udaniyeli 2:14-33