Udaniyeli 2:27 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waphendula uDaniyeli phambi kokumkani, wathi, Imfihlakalo ayibuzayo ukumkani, azinako ukumxelela ukumkani izilumko, nabakhwitsi, nezazi, namatola.

Udaniyeli 2

Udaniyeli 2:21-35