Udaniyeli 12:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Abo ke banengqiqo baya kukhazimla njengokukhazimla kwesibhakabhaka; nababajikela abaninzi ebulungiseni bakhazimle njengeenkwenkwezi ngonaphakade kanaphakade.

Udaniyeli 12

Udaniyeli 12:1-12