Udaniyeli 12:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuya kuvuka abaninzi kwabaleleyo eluthulini lomhlaba, aba baye ebomini obungunaphakade, naba baye kwingcikivo nakwinyumnyezi engunaphakade.

Udaniyeli 12

Udaniyeli 12:1-3