Udaniyeli 12:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngelo xesha uya kusuka eme uMikayeli,* umthetheli omkhulu, omela oonyana babantu bakowenu. Kuya kubakho ixesha lembandezelo elingazanga libekho elinjalo, kususela koko lwabakhoyo uhlanga, kude kube nangelo xesha. Ngelo xesha baya kusinda abantu bakowenu, bonke abafunyenwe bebhaliwe encwadini.

Udaniyeli 12

Udaniyeli 12:1-5