Udaniyeli 12:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wena ke, Daniyeli, wavalele amazwi la, uyitywine incwadi, kude kube lixesha lokuphela. Baninzi abaya kuyiphengulula, kwandiswe ukwazi.

Udaniyeli 12

Udaniyeli 12:1-10