Kwabaseroma 11:25 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba andithandi, bazalwana, ukuba ningayazi le mfihlelo, ukuze ningabi ziingqondi ngokwenu: le yokuba ukuqaqadeka kuwahlele amaSirayeli ngenxenye, ide ingene inzaliseko yazo iintlanga;

Kwabaseroma 11

Kwabaseroma 11:17-34