Kwabaseroma 11:24 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba wena, xa wagawulwa kumnquma ongowasendle ngokwemvelo, waza wamiliselwa ngokunxamnye nemvelo komhle umnquma: bobeka phi na aba bangamasebe ngokwemvelo, ukumiliselwa kwabo kowabo umnquma?

Kwabaseroma 11

Kwabaseroma 11:22-27