Kwabaseroma 11:26 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

aze ngokunjalo ke wonke uSirayeli asindiswe, njengokuba kubhaliwe kwathiwa,Úya kuvela eZiyon uMhlanguli,Akusonge kumke kwaYakobi ukungahloneli Thixo.

Kwabaseroma 11

Kwabaseroma 11:21-31