Kwabaseroma 10:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndithi, Kodwa ubengazi na uSirayeli? Ukuqala, uMoses uthi,Mna ndiya kunikhweletisa ngabangeluhlanga,Ndiya kunicaphukisa ngohlanga olungenangqondo.(IDut. 32:21)

Kwabaseroma 10

Kwabaseroma 10:17-21