Kwabaseroma 10:20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke yena uIsaya akanqwanqwi; uthi,Ndifunyenwe ngababengandifuni,Ndaba nokubonakala kwababengandibuzi.(UIsaya 65:1)

Kwabaseroma 10

Kwabaseroma 10:15-21