Kwabaseroma 10:18 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ingaba kodwa, abevanga na? Ehla wena!Intlokoma yabo yaphuma, yaya kulo lonke ihlabathi,Namazwi abo aya eziphelweni zelimiweyo.(INdum. 19:4)

Kwabaseroma 10

Kwabaseroma 10:9-21