Umoya wamathatha ethu, umthanjiswa kaYehova, ubanjisiwe emihadini yabo:Lowo besisithi, Siya kuhlala phantsi komthunzi wakhe ezintlangeni.