Izililo 4:21 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yiba nemihlali uvuye kambe, ntombi yakwaEdom, ihleliyo ezweni lakwaUtse;Iya kudlulela nakuwe indebe; ùya kunxila, uzihlube.

Izililo 4

Izililo 4:17-22