Abasisukelayo banamendu ngaphezu kwamaxhalanga asezulwini;Basisukela ezintabeni ngokushushu, basilalela entlango.