Izenzo 7:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

wathi kuye, Phuma kuwo umhlaba wakowenu nasemizalwaneni yakho, uze emhlabeni endingákubonisa wona.

Izenzo 7

Izenzo 7:1-8