Izenzo 7:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Uthe ke yena:Madoda, bazalwana, nani bobawo, phulaphulani. UThixo wozuko wabonakala kubawo wethu uAbraham, ekwelaseMesopotami, phambi kokuma kwakhe kwelakwaHaran,

Izenzo 7

Izenzo 7:1-11