Izenzo 7:1-3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Wathi ke umbingeleli omkhulu, Zinjalo na ke ezi ndawo?

2. Uthe ke yena:Madoda, bazalwana, nani bobawo, phulaphulani. UThixo wozuko wabonakala kubawo wethu uAbraham, ekwelaseMesopotami, phambi kokuma kwakhe kwelakwaHaran,

3. wathi kuye, Phuma kuwo umhlaba wakowenu nasemizalwaneni yakho, uze emhlabeni endingákubonisa wona.

Izenzo 7