Izenzo 7:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waza waphuma ke emhlabeni wamaKaledi, wema kwelakwaHaran. Emveni kokufa kukayise, wamsusa apho, wamfudusela kuló mhlaba nimiyo kuwo nina ngoku.

Izenzo 7

Izenzo 7:3-7