Isityhilelo 12:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi umfazi wasabela entlango, apho ikhona indawo ayilungiselwe nguThixo, ukuze bamnqake khona imihla eliwaka elinamakhulu mabini anamanci mathandathu.

Isityhilelo 12

Isityhilelo 12:1-13